Owesithathu Ngumnqakathi (isiXhosa First Additional Language)

R77.00

ISBN: 9780796074461

Uthando yinto yabantu ababini. Le ncwadi ibonisa ukunyamezela kothando lukaKhwezi kuChwayita. Ikwabonisa ukuba lowo uqhathayo unguKhulile akanamonde wothando kuChwayita, unamaqhinga, kwaye ukhohlakele ukhweleta ade azame ukubulala uKhwezi enqanda uthando lwababini