IsiXhosa Ngumdilya G9 (isiXhosa First Additional Language)
R187.00
ISBN:
9781920605926
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi
Related products
-

-

Sithanda isiXhosa Book 2 – 9781920204112
R80.00 – R125.00Price range: R80.00 through R125.00 ISBN: 9781920204112Select options This product has multiple variants. The options may be chosen on the product page -

-


